Lo Uthi Mna Ndinbguye

Hillsong Worship

Lo Uthi Mna Ndinbguye

Umculo Namazwi Engoma: Ben Fieldings no Reuben Morgan; Abatoliki Bengoma: Nwabisa Mbelekane, Nande Boss, Unathi B. Guma

IVESI 1:
‘Ndinguban’ mna uba ukumkan’ ophezulu
Angandamkela
Nd’lahlekile wandisondeza
Thando lwakhe kum
Awu thando lwakhe kum

IKHORASI:
Okhululwe nguNyana
Unenkululeko yokwenyani
Ndingumntwana ka Thixo
Ewe ndinguye

IVESI 2:
Ndikhululekile
Wandihlawulela
Ubabalo lwakhe lunzulu
Ndiselikhoboka lezono
Yesu wandifela
Ewe wafela mna

IKHORASI 2:
Okhululwe nguNyana
Unenkululeko yokwenyani
Ndingumntwana ka Thixo
Ewe ndinguye
Endlwini kaBawo
Ndinendawo eyeyam
Ndingumntwana ka Thixo
Ewe ndinguye

UKUNYUKA:
Ndikhethiwe
And’lahlwanga
Ndingulo uthi ndinguye
Ungakum
Aw’n’ chasanga
Ndingulo uthi ndinguye

Listen to Lo Uthi Mna Ndinbguye

Other songs from Hillsong Worship

Check lyrics and music videos

King of Kings

King of Kings

Hillsong Worship

No One But You

No One But You

Hillsong Worship

What a Beautiful Name

What a Beautiful Name

Hillsong Worship

Hillsong Worship

Albums, tour dates and exclusive content

Hillsong Music

The sound of our house

Having always been committed to building the local church, we are convinced that part of our purpose is to champion passionate and genuine worship of our Lord Jesus Christ in local churches right across the globe.

Tours

On the road, hopefully near you